Inameva - Zahara
歌曲信息
歌曲名:Inameva
歌手:Zahara
所属专辑:Country Girl
发行时间:2015-09-22
介绍:《Inameva - Zahara》Zahara & Zahara演唱的歌曲,由未知作词、未知作曲。
如果你觉得好听,欢迎分享给朋友一起看看歌词,一起支持歌手!
Inameva - Zahara 文本歌词
Inameva iyahlaba Ndincede
Inameva iyahlaba
Ndizoguqa ndithandaze
Inameva iyahlaba Ndincede
Inameva iyahlaba
Nokuba le ndlel' imxinwa
Likhon' ithuba lam
Lokuthubeleza ndizofika
Ubom bethu bahlukile
Kodwa ikhon' indawo esidibana kuyo
Val' amehlo akho
Ujonge ngentliziyo yakho
Siyafana sifun' intw' enye
Sifun' ukuphila
Zungandivaleli ithuba lam
Nelakho liyeza
Kukh' induli eluhlaza engabiyelwanga
Mna ndimthembile
UMdali wezulu nomhlaba
Ngoba wasinika ubukhosi
Mna ndimthembile
UMdali wezulu nomhlaba
Ngoba zonk' impendulo zikuye
Ndizoguqa ndithandaze x4
Inameva iyahlaba
Inameva iyahlaba
Ndizoguqa ndithandaze
Inameva iyahlaba Ndincede
Inameva iyahlaba
Nokuba le ndlel' imxinwa
Likhon' ithuba lam
Lokuthubeleza ndizofika
Ubom bethu bahlukile
Kodwa ikhon' indawo esidibana kuyo
Val' amehlo akho
Ujonge ngentliziyo yakho
Siyafana sifun' intw' enye
Sifun' ukuphila
Zungandivaleli ithuba lam
Nelakho liyeza
Kukh' induli eluhlaza engabiyelwanga
Mna ndimthembile
UMdali wezulu nomhlaba
Ngoba wasinika ubukhosi
Mna ndimthembile
UMdali wezulu nomhlaba
Ngoba zonk' impendulo zikuye
Ndizoguqa ndithandaze x4
Inameva iyahlaba
Inameva - Zahara LRC歌词
当前歌曲暂无LRC歌词
其他歌词
- 1
- 2
-
3
Angathini (kuwe dali)udali mandibona (ndi njeeena) Angathini (kuwe dali)udali nxandibona (ndi nje nje njena) Angathini (kuwe dali)udali nxandibona (ndi njeeena)
- 4
- 5
-
6
Andithandi ukulwa, Ndifuna uxolo nokuthula, khuluma... ub'andenzi kak'hle Uzondi loos(a) Ulokhu usihla wenyuka, ndiyahamba Ndikhathele nguwe Soloko ndinawe ndik
- 7
-
8
Bomi bam ndikhokhele 我的生命啊 请指引我方向 Ndifike kuwe 让我抵达你的身旁 Bomi bam ndikhokhele 我的生命啊 请指引我方向 Ndingadaniswe 让我被爱意环绕 Uba zange u
- 9
-
10
We mali We zuka notiki Undenza ntoni na Sibulalana ngenxa yakho We mali We zuka notiki Undenza ntoni na Sibulalana ngenxa yakho Mali mali Mbangi yesono Sesibula