Amapleya - Zahara

歌手:Zahara · 专辑:Country Girl · 发行:2015-09-22
歌曲信息
歌曲名:Amapleya
歌手:Zahara
所属专辑:Country Girl
发行时间:2015-09-22
介绍:《Amapleya - Zahara》Zahara & Zahara演唱的歌曲,由未知作词、未知作曲。 如果你觉得好听,欢迎分享给朋友一起看看歌词,一起支持歌手!
Amapleya - Zahara 文本歌词
Andithandi ukulwa,
Ndifuna uxolo nokuthula, khuluma...
ub'andenzi kak'hle
Uzondi loos(a)
Ulokhu usihla wenyuka, ndiyahamba
Ndikhathele nguwe
Soloko ndinawe ndikhala imihla nezolo
Uyandikhathaza uhamba ubuye nenxolo
Soloko ndinawe ndikhala imihla nezolo
Uyandikhwaza uthetha ngathi and'nagqondo
x2
Uma ulisoka No! ah ah, I don't wants you
No! ah ah, I don't wants you x2
And'wafuni amasoka
No! ah ah, I don't wants you x3
2 (same as verse 1)
x3
Uma uyipleya No! ah ah, I don't wants you
No! ah ah, I don't wants you x2
And'wafuni amapleya
No! ah ah, I don't wants you x3
Amapleya - Zahara LRC歌词
当前歌曲暂无LRC歌词
其他歌词